kasigro

ENG | XHO
A woman

Ingaba ufuna ukwandisa ishishini lakho elenza inwele ne hombo?

Yenza i-profile yamahala use ishishini lakho kwelinye izinga.

Faka isicelo ngoku

Yintoni ongayi lindela?

iKasigro yinkqubo yengqeqesho ekushishineni nobuchwepheshe kwama shishini asekuhlaleni. Sebenzisana nathi sixwayise ishishini lakho liphum' ezandleni:

Yiba yhinxalenye yoluntu lwethu

Umxholo weKasigro

Inqaku lethu lelo kuxwayisa oosomashishini ngezakhono nochwepheshe bokhulisa amashishini kwaye bakwazi ukondla umphakathi nentsapho zabo. Kunye, neKasigro simela uncedisana nokhulo lwemali emphakathini.

Funda kaninzi.

Ngenelela apha

Sifuna oosomashini abacinga ngendlela ufuna uphuhla, simema abenzi benwele bazo thath' inxaxheba ngo ngenelela kwinkqubo yethu.

Ngenelela ngoku
A woman

Vula
Amandla
akho Okwenyani.

Isaziso Esibalulekileyo

Sizokumema emisithweni yethu ezikwenzeka eKhayamandi okanye eKhayelitsha xa ugqibile ugcwalisa imibuzo ngokupheleleyo.

Nge Kasigro

Yinkqubo eqalwa liqembu lase Germany kunye nase Mzantsi Afrika ephathisana noosomashishini basekuhlaleni. Siqala ngoqwalasela abenzi bee nwele.

Iqembu le Kasigro liyakholelwa kwikhono elinikwa ifuthe nempembelelo yawo wonke umnntu oqhuba ishishini elimileyo emphakathini.

Sisonke sibambisene izandla nabaphathi bendawo kunye noosomashishini bomphakathi abamileyo, sizimisele ekwakheni inkqubo' ntlalo yamashishini eyokwenza kube lula ukwakha amashishini esekuhlaleni aphumelelayo.


Bambisana nathi

Inkundla esibambisana nazo

khayelitsha development forum logo counder logo

isizwe generation group logo empire partner foundation logo

get funded africa logo